uMalaki 3:17-18
uMalaki 3:17-18 CXB24
Yaye baya kuba ngabam, utsho uYehova wemikhosi, ngaloo mini ndisenza amatye am ayimfuneko; yaye ndiya kubaconga njengomntu oconga unyana wakhe omkhonzayo. Kulapho ke uya kubuyela khona, uhlule phakathi kwelungisa nongendawo, omkhonzayo uThixo nongamkhonziyo.

