Ubusithi, Yeha ke mna! ngokuba uYehova wongeze isingqala kumvandedwa wam; Ndidiniwe kukuncwina kwam, andifumani kuphumla. Uze uthi kuye, ‘Utsho uYehova; Yabona, into endiyakhileyo ndiyayigungxula, into endiyityeleyo ndiyayigungxula, nalo lonke ilizwe
Funda uYeremiya 45
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYeremiya 45:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo