uYehova uThixo wamwisela umthetho umntu, esithi, Yonke imithi yasendle ungayidla; Kodwa uze ungadli kuwo umthi wokwazi okulungileyo nokubi, kuba mhla uthe wadla kuwo uya kufa ngokuqinisekileyo.
Funda iGenesis 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 2:16-17
3 Iintsuku
Kuthetha ukuthini ukuDumisa? Kutheni sifuna ukuya Dumisa uThixo? Ngaba ubomi bokudumisa noNqulo benza umahluko? 'Kutheni kufuneka sidumise' sisifundo sokuba kutheni ikholwa ngalinye kufuneka liphile ngendumiso nonqulo rhoqo. Kukuthanda kukaThixo ukuba yonke into ayidalileyo ibonise uzuko lwakhe. Nangona indlela isenokungabi lula ekuqaleni, kodwa ngoYesu silufumene ubabalo kwaye ulonwabo alubeka ezintliziyweni zethu luyasomeleza njengoko sihlala ebusweni bakhe.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo