iEksodus 2:24-25
iEksodus 2:24-25 CXB24
uThixo wayiva imithandazo yabo, wawukhumbula uThixo umnqophiso wakhe noAbraham, noIsake, noYakobi. Wangena uThixo koonyana bakaSirayeli, wababona uThixo.