Kwabase-Efese 5:31

Kwabase-Efese 5:31 CXB24

Ngenxa yoko ke, umntu womshiya uyise nonina, anamathele kuye umkakhe, baze abo babini babe nyama-nye.