Akhanyiselwe amehlo engqondo yakho; ukuze nilazi ithemba lobizo lwakhe, nento obuyiyo ubutyebi bozuko lwelifa lakhe phakathi kwabangcwele; nokuba buyintoni na ubukhulu bamandla akhe kuthi bakholwayo, ngokokusebenza kwamandla akhe amakhulu; awayenzayo ekuKristu, ekumvuseni kwabafileyo, wammisa ngasekunene kwakhe kwezasezulwini iindawo; ngaphezu kwabo bonke ubulawuli, negunya, namandla, nobukhosi, nalo lonke igama elibizwayo, kungabi kweli hlabathi lodwa, kwanakwelo lizayo
Funda Kwabase-Efese 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Kwabase-Efese 1:18-21
5 Days
Every day, an invisible war rages around you—unseen, unheard, yet felt throughout your life. A devoted, devilish enemy seeks to wreak havoc on everything that matters to you: your heart, your mind, your marriage, your children, your dreams, your destiny. His battle plan depends on catching you unaware and unarmed. If you're tired of being pushed around and caught with your guard down, this study is for you.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo