Ke kaloku uNahaman, umthetheli-mkhosi wokumkani wakwa-Aram, waye eyindoda enkulu phambi kokumkani wakhe, ebekekileyo; ngokuba uYehova wayewanike ngaye ama-Aram; naye wayeligorha elikhaliphileyo, kodwa eneqhenqa.
Funda oOKumkani 2 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: oOKumkani 2 5:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo