IziKronike 2 15:2
IziKronike 2 15:2 CXB24
Waphuma, esiya kukhawulela uAsa, wathi kuye, Ndiphulaphuleni, Asa, nani nonke maYuda namaBhenjamin; uYehova unani ekubeni ninaye; ukuba uthe wamfuna, womfumana; ukuba nithe namshiya, wonishiya nani.