uSamuweli 1 16:7

uSamuweli 1 16:7 CXB24

Wathi uYehova kuSamuweli, Musa ukukhangela ubuso bakhe, nokuphakama kwesiqu sakhe; ngokuba ndimshiyile; ngokuba uYehova akaboni njengoko abonayo umntu; ngokuba umntu ukhangela umphandle, uYehova ukhangela intliziyo.