Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:4-5 XHO1902A
Ngokuba kwa njengokuba sinawo amalungu amaninzi emzimbeni mnye, kanti amalungu akanawo umsebenzi mnye onke; kwa njalo tina, sibaninzi nje, singumzimba mnye ku‐Kristu, namalungu omnye nomnye ngabanye.

