KWABASEROMA 12:4-5
KWABASEROMA 12:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba kwa njengokuba sinawo amalungu amaninzi emzimbeni mnye, kanti amalungu akanawo umsebenzi mnye onke; kwa njalo tina, sibaninzi nje, singumzimba mnye ku‐Kristu, namalungu omnye nomnye ngabanye.
KWABASEROMA 12:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba, kwanjengokuba sinamalungu amaninzi mzimbeni mnye, abe ke onke amalungu la engenamsebenzi mnye, ngokunjalo thina aba, sibaninzi nje, simzimba mnye kuKristu, sonke ke ngabanye singamalungu omnye elomnye.
KWABASEROMA 12:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku, kwanjengokuba sinamalungu amaninzi mzimbeni mnye, abe ke onke amalungu la engenamsebenzi mnye, ngokunjalo thina aba, sibaninzi nje, simzimba mnye ngokumanywa noKrestu. Sonke ke ngabanye singamalungu omnye elomnye.
KWABASEROMA 12:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba, kwanjengokuba sinamalungu amaninzi mzimbeni mnye, abe ke onke amalungu la engenamsebenzi mnye. Ngokunjalo thina, sibaninzi nje, simzimba mnye ngokumanywa noKrestu, yaye sonke ngabanye singamalungu omnye elomnye.