Amaculo 134

134
ICULO CXXXIV.
Iculo lezinyuko.
1KANGELA, bongani uyehova, nonke nina zicaka zikayehova, enimiyo endlwini kayehova ebusuku! 2Pakamisani izandla zenu endaweni eyingcwele, nimbonge uyehova.
3 Uyehova wokutamsanqelisa kwa se‐Ziyone, owenzayo izulu nomhlaba.

Ekhethiweyo ngoku:

Amaculo 134: XHO1902A

Qaqambisa

Kopa

Thelekisa

Yabelana

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena