Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:3-5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Filipi 1:3-5 XHO1902A
Ndiyabulela KUTIXO wam pezu kwako konke ukunikumbula kwam, ndisenza ukukunga kwam ngovuyo, ngamaxesha onke, kuzo zonke izikungo zam ngenxa yenu nonke, pezu kwobudlelana benu ngakuyo ivangeli kuselokwomhla wokuqala kwada kwakaloku nje