Imibalo 12:8
Imibalo 12:8 XHO1902A
umlomo kumlomo ndiya kuteta naye, kwa sekuhleni, kungabi ngamazwi okuntsonkota: nomfanekiselo KAYEHOVA wowukangela: yinina ke ukuba nibe ningoyiki ukuteta ngakuso isicaka sam, ngaku‐Mosesi?