Ivangeli ka‐Mateyu 10:28
Ivangeli ka‐Mateyu 10:28 XHO1902A
Kanjalo ningaboyiki abo babulala umzimba, kanti umpefumlo abanamandla okuwubulala: niti kodwa ngakumbi noyike lowo unamandla okububisa kwa nompefumlo nomzimba esihogweni somlilo.