UMATEYU 10:28
UMATEYU 10:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ningaboyiki abo babulala umzimba, kodwa bengenako ukuwubulala wona umphefumlo; yoyikani ke kanye lowo unako ukutshabalalisa umphefumlo kwanomzimba esihogweni somlilo.
Yabelana
Funda UMATEYU 10UMATEYU 10:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Musani ukuboyika abo banibulala ngokwasenyameni, kodwa bengenako ukubulala umphefumlo. Yoyikani uThixo, yena onako ukutshabalalisa umphefumlo kwanomzimba esihogweni.
Yabelana
Funda UMATEYU 10