Bona ke, akatembi kubo abangcwele bake; nawo amazulu akamhlope emehlweni ake. Kancinane kangakananina ngakumbi ke oko kuzondekileyo nokudlubukileyo, — umntu oselayo inkohlakalo njengamanzi?
Funda U‐Jobi 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jobi 15:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo