Kodwa uyapa ufefe olukulu ngakumbi. Sitsho ngoko ukuti: UTIXO uyamelana nabaner̔atshi, kodwa abatobekileyo uyabapa ufefe. Ngako ke lulamelani kuye UTIXO. Maleni u‐Satane, waeya kunibaleka.
Funda Incwadi ka‐Yakobi 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Yakobi 4:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo