U‐Hosheha 3:1
U‐Hosheha 3:1 XHO1902A
WAYESITI kum UYEHOVA: Buya uye utande umfazi otandiweyo ngumhlobo, noko aliṙexezakazi, njengokuba UYEHOVA etanda usapo luka‐Sirayeli, nangona lubeke kotixo bambi, lwatanda izonkana zedreyive.