BAZA basebenza u‐Betsalele no‐Aholiyabi, nawo onke amadoda anentliziyo elumkileyo, abete UYEHOVA wanika ubulumko nengqondo kuwo, ukuba akwazi ukwenza yonke imisebenzi yenkonzo yeyingcwele indawo, njengako konke UYEHOVA abeyalele kona.
Funda I‐Kesodusi 36
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 36:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo