Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4:31-32

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4:31-32 XHO1902A

Makukweleliswe kuni bonke ubuṙaṙa, nomsindo, noqumbo, nengxolo, nogxeko, kunye nalo lwonke ulunya; kodwa yibani ninobubele omnye kwomnye, ninenceba, nixolelana, njengokuba ete NOTIXO ku‐Kristu waxolela nina.