amehlo engqondo yenu ekanyiselwe nje, ukuba nazi into liyiyo itemba lobizo lwake, nento buyiyo ubutyebi bobungcwalisa belifa lake pakati kwabo abangcwele, nento buyiyo ubukulu obudluliseleyo bamandla ake ngakuti tina sikolwayo, ngokwokusebenza kwamandla obomelelo bake, oko wakusebenzayo ku‐Kristu, akumvusa kwabafileyo; waza wamhlalisa kwesokunene sake kwezasezulwini indawo, pezulu pezu kwabo bonke ubupati, negunya, namandla, nobukosi, nawo onke amagama abizwayo, kungekwelilizwe likoyo lodwa, kukwelo liza kuza nalo
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 1:18-21
5 Days
Every day, an invisible war rages around you—unseen, unheard, yet felt throughout your life. A devoted, devilish enemy seeks to wreak havoc on everything that matters to you: your heart, your mind, your marriage, your children, your dreams, your destiny. His battle plan depends on catching you unaware and unarmed. If you're tired of being pushed around and caught with your guard down, this study is for you.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo