Umshumayeli 2:21

Umshumayeli 2:21 XHO1902A

Ngokuba kuko umntu omzamo wake ungobulumko, nangokwazi, nangokukutala; kanti wowushiyela umntu ongazamanga ngawo ube sisabelwa sake. Oku nako kokungendawo nobubi obukulu.