Zaza zasondela izicaka zake, zateta kuye, zati: Bawo! ukuba umprofite ebetetile kuwe into enkulu, ubungayi kuyenza na? kangakananina ngakumbi ke nxa ate kuwe: Hlamba, uhlambuluke.
Funda Eyesibini yokumkani 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyesibini yokumkani 5:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo