oOKumkani 2 5:13

oOKumkani 2 5:13 CXB24

Beza abakhonzi bakhe, bathetha kuye, bathi, Bawo, ukuba umprofeti ubethethe into enkulu kuwe, ubungàyi kuyenza yini na? Kangakanani na ke xa athe kuwe, Hlamba, uhlambuluke?