KWABASEFILIPI 4:9

KWABASEFILIPI 4:9 XHO96

Zenzeni zonke izinto enazivayo nezo nazibonela kum, amazwi kwanezenzo. Ke uThixo onika uxolo uya kuba nani.