KWABASEFILIPI 2:3

KWABASEFILIPI 2:3 XHO96

Musani ukusunduzana. Izinto sanukuzenza ngokuzigwagwisa nangokuqhayisa. Ndaweni yaloo nto zithobeni, nibaphakamise kunani abanye abantu.