Lema bhunxe ilanga, nenyanga nayo ayahamba, kwada kwaba aloyisile utshaba amaSirayeli.” Oku kwenzeka njengoko kuxeliwe kwiNcwadi kaYashare. Ilanga lema bhunxe embindini wesibhakabhaka, alakhawuleza ukutshona isithuba esingangemini iphela.
Funda UYOSHUWA 10
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOSHUWA 10:13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo