Kaloku uThixo akasibizelanga ekungcoleni, koko ufuna sibe nyulu.
Funda 1 KWABASETESALONIKA 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 1 KWABASETESALONIKA 4:7
3 Iintsuku
Izitya zembeko sesinye sezafobe ezininzi umpostile uPawulos azisebenzisayo eBhayibhileni ukubonisa ikholwa. Ngaba wonke umKristu usisitya sembeko? Kuthetha ukuthini ukuba sisitya sembeko? Siyintoni isimilo sesitya esinikelwe kuThixo? Esi sicwangciso sonqulo sizama ukuphonononga iimpendulo zale mibuzo?
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo