KWABASEROMA 6:1-2

KWABASEROMA 6:1-2 XHO75

Masithini na ngoko? Masihlale sihleli na esonweni, ukuze ubabalo lwande? Nankanye! Thina safayo nje kwisono, singáthini na ukuba sahlala kuso?