Ndinabani na emazulwini? Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi. Ingáphela inyama yam nentliziyo yam: Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.
Funda IINDUMISO 73
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 73:25-26
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo