IINDUMISO 117

117
Mdumiseni uYehova
1Mdumiseni uYehova, nonke zintlanga,
Mncomeni, nonke zizwe.
2Ngokuba inamandla kuthi inceba yakhe,
Inyaniso kaYehova ingunaphakade.
Haleluya!

Ekhethiweyo ngoku:

IINDUMISO 117: XHO75

Qaqambisa

Kopa

Thelekisa

Yabelana

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena