UYehova wamphendula uYobhi, wathi, Wóbambana noSomandla na ke umthethiswa? Umohlwayi kaThixo makakuphendule oko. UYobhi wamphendula uYehova, wathi, Yabona, ndiphantsi. Ndothini na ukuphendula? Ndibeka isandla sam emlonyeni wam. Ndithethile kwakanye, andiyi kuphinda ndiphendule; Ndithethile kwakabini, andiyi kuphinda ndibuye ndiqhube.
Funda UYOBHI 40
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOBHI 40:1-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo