Wathabatha ke uMariya iponti yamafutha aqholiweyo enadusi• engangxengelelweyo, exabiso likhulu; wathambisa iinyawo zikaYesu, wazisula iinyawo zakhe ngeenwele zakhe; yazala ke indlu livumba lamafutha lawo aqholiweyo.
Funda UYOHANE 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 12:3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo