EKAYAKOBI 2:14

EKAYAKOBI 2:14 XHO75

Kunceda ntoni na, bazalwana bam, ukuba umntu uthi únokholo, abe imisebenzi ke engenayo? Lunako yini na ukumsindisa ukholo lwakhe?