KAYOHANE I 4:16

KAYOHANE I 4:16 XHO75

Sikwazile thina, sakholwa kukusithanda kukaThixo. UThixo uluthando; lowo uhleli eluthandweni uhleli kuye uThixo, noThixo uhleli kuye.