Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iMizekeliso Imizekeliso 5

1

iMizekeliso Imizekeliso 5:21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova, yaye uyazazi zonke iindlela zakhe.

Thelekisa

Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 5:21

2

iMizekeliso Imizekeliso 5:15

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Sela amanzi equleni lakho, namanzi aqukuqelayo equleni lakho.

Thelekisa

Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 5:15

3

iMizekeliso Imizekeliso 5:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Umenzi wobubi uya kuzithwala izono zakhe, abanjiswe yimixokelelwane yezono zakhe.

Thelekisa

Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 5:22

4

iMizekeliso Imizekeliso 5:3-4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba umlomo womfazi wasemzini uvuza njengenqatha lobusi, nemilebe yakhe ibuthelezi ngaphezu kweoli. Ke ukuphela kwakhe kukrakra njengomlambo, kubukhali njengekrele elintlangothi mbini

Thelekisa

Phonononga iMizekeliso Imizekeliso 5:3-4

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne iMizekeliso Imizekeliso 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo