IMIZEKELISO 5:15
IMIZEKELISO 5:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Sela amanzi kwelakho iqula, Nemiqukuqela yamanzi ephuma emthonjeni wakho.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 5IMIZEKELISO 5:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nyaniseka kumfazi wakho; ewe, sela amanzi kwelakho iqula.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 5