Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uMateyu uMateyu 8

1

uMateyu uMateyu 8:26

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 8:26

2

uMateyu uMateyu 8:8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waphendula umthetheli-khulu, wathi, Nkosi, andikulingene ukuba ude ungene phantsi kophahla lwam; thetha ilizwi lodwa, sophiliswa isicaka sam.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 8:8

3

uMateyu uMateyu 8:10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabamlandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 8:10

4

uMateyu uMateyu 8:13

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba; makwenzeke kuwe njengoko ukholiwe. Saphiliswa kwangelo lixa isicaka sakhe.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 8:13

5

uMateyu uMateyu 8:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bamangaliswa ke abantu abo, besithi, Ngumntu mni na lo, le nto alulanyelwayo nayimimoya nalulwandle?

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 8:27

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uMateyu uMateyu 8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo