UMATEYU 8:13
UMATEYU 8:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waza wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba ke, makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho. Saphiliswa kwangalo elo lixa isicaka sakhe.
Yabelana
Funda UMATEYU 8UMATEYU 8:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza uYesu wathi kumphathi-butho: “Hamba ke; ngenxa yokuba ukholiwe, wokwenzelwa oko.” Saza saphila kwangelo xesha isicaka eso.
Yabelana
Funda UMATEYU 8