Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uMateyu uMateyu 4

1

uMateyu uMateyu 4:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu; uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:4

2

uMateyu uMateyu 4:10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waza wathi uYesu kuye, Suka umke, Sathana, kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze uqubude eNkosini uThixo wakho, ukhonze yena yedwa.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:10

3

uMateyu uMateyu 4:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kwathiwa, Uze ungayihendi iNkosi uThixo wakho.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:7

4

uMateyu uMateyu 4:1-2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waza uYesu wenyuswa nguMoya, wasiwa entlango, ukuba ahendwe nguMtyholi. Akuba ezile ukutya iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane, walamba.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:1-2

5

uMateyu uMateyu 4:19-20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Athi kubo, Ndilandeleni; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha yabo, bamlandela.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:19-20

6

uMateyu uMateyu 4:17

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Waqala oko uYesu ukumemeza, esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 4:17

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uMateyu uMateyu 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo