Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uMateyu uMateyu 20

1

uMateyu uMateyu 20:26-28

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ze kungabi njalo ke phakathi kwenu; osukuba enga angaba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu; nosukuba efuna ukuba ngowokuqala phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu; kwanjengokuba uNyana woMntu engezanga kulungiselelwa; weza kulungiselela, nokuncama ubomi bakhe, bube yintlawulelo yokukhulula abaninzi.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 20:26-28

2

uMateyu uMateyu 20:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngokunjalo abokugqibela baya kuba ngabokuqala, nabokuqala, baya kuba ngabokugqibela; kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 20:16

3

uMateyu uMateyu 20:34

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wasikwa ke yimfesane uYesu, wawachukumisa amehlo azo, zaba nokubona kwaoko ngamehlo azo, zamlandela.

Thelekisa

Phonononga uMateyu uMateyu 20:34

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uMateyu uMateyu 20

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo