UMATEYU 20:34
UMATEYU 20:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wasikwa ke yimfesane uYesu, wawachukumisa amehlo azo; zaba nokubona kwaoko ngamehlo azo, zamlandela.
Yabelana
Funda UMATEYU 20UMATEYU 20:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wavelana nazo ke uYesu, wawachukumisa amehlo azo, zaza kwangoko zaba nokubona, zamlandela.
Yabelana
Funda UMATEYU 20