Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uHabhakuki uHabhakuki 2

1

uHabhakuki uHabhakuki 2:2-3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wandiphendula uYehova, wathi, Bhala lo mbono, uwukrole emacwecweni, ukuze owulesayo abaleke. Kuba umbono usaya kuba ngowexesha elimisiweyo, ukhawulezela ekupheleni, angathethi wona amanga; ukuba uzilazisile, ulinde yena; ngokuba iya kuza, ayiyi kuphela.

Thelekisa

Phonononga uHabhakuki uHabhakuki 2:2-3

2

uHabhakuki uHabhakuki 2:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba ihlabathi liya kuzala kukwazi uzuko lukaYehova, njengamanzi egubungele ulwandle.

Thelekisa

Phonononga uHabhakuki uHabhakuki 2:14

3

uHabhakuki uHabhakuki 2:20

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uYehova ke yena usetempileni yakhe engcwele; lithe cwaka phambi kwakhe ihlabathi lonke.

Thelekisa

Phonononga uHabhakuki uHabhakuki 2:20

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uHabhakuki uHabhakuki 2

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo