Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uHezekile uHezekile 7

1

uHezekile uHezekile 7:19

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Isilivere yabo baya kuyiphosa ezitratweni, negolide yabo ithinjwe; isilivere yabo negolide yabo ayiyi kuba nako ukubasindisa ngemini yokuphuphuma komsindo kaYehova; abayi kwanelisa umphefumlo wabo, bazalise izisu zabo ngokuba sisono sabo eso.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 7:19

2

uHezekile uHezekile 7:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ukumkani uya kulila, nesikhulu sibe senkangala, ziyekelele izandla zabantu belizwe eli; zazi ukuba ndinguYehova.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 7:27

3

uHezekile uHezekile 7:4

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Aliyi kuba nanceba kuwe iliso lam, ndingakucongi; ke ndiya kuzibuyisela phezu kwakho iindlela zakho, abe phakathi kwakho amasikizi akho; nazi ukuba ndinguYehova.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 7:4

4

uHezekile uHezekile 7:9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Aliyi kuba nanceba iliso lam, ndingabi nanceba; ke ndiya kuwabeka phezu kwakho ngokweendlela zakho, nangamasikizi akho phakathi kwakho; nazi ukuba ndinguYehova owohlwayayo.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 7:9

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uHezekile uHezekile 7

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo