UHEZEKILE 7:9
UHEZEKILE 7:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aliyi kuba nanceba kuwe iliso lam, ndingakucongi; ke ndiya kuwabeka phezu kwakho ngokweendlela zakho amasikizi akho phakathi kwakho; názi ukuba mna Yehova ndingobethayo.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 7UHEZEKILE 7:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Andiyi kuba naluvelwano, ndingayi kuba nayo nenceba, koko ndiya kukubuyekeza ngenxa yezenzo zakho, uchanwe ngamanyundululu akho. Uya kutsho uqonde ukuba ndim mna Ndikhoyo ogqebhayo.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 7