Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uHezekile uHezekile 2

1

uHezekile uHezekile 2:2-3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kwangena ke kum umoya ethetha nam, wandimisa ndema, ndamva ethetha nam. Waza wahlabela mgama wathi kum: “Nyana womntu, ndikuthuma koonyana bakaSirayeli, kubantu abazele yimvukelo, abajikileyo kum; bona bandingcatshile bona nooyise, unanamhla.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 2:2-3

2

uHezekile uHezekile 2:7-8

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wowathetha kubo amazwi am, kungakhathaliseki ukuba bathe baweva, nokuba bathe bayama, ngokuba beyienkani ezinkulu. Wena ke, nyana womntu, yiva endikuthethayo kuwe; musa ukuba nekratshi, njengaloo ndlu ineenkani; vula umlomo wakho, utye endikunika kona.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 2:7-8

3

uHezekile uHezekile 2:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yaye bona, ukuba bafuna ukuva okanye abayeke baqhubeke (kuba yindlu yemvukelo), baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.

Thelekisa

Phonononga uHezekile uHezekile 2:5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo