Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 2:5

UHEZEKILE 2:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke bona (nokuba bathe beva, nokuba bathe bála, kuba beyindlu eneenkani) baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 2

UHEZEKILE 2:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ewe, uze utsho nokuba bayaphulaphula, okanye abaphulaphuli. Kaloku bayadelela. Kambe ke baya kuqonda ukuba kufike *umshumayeli phakathi kwabo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 2

UHEZEKILE 2:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yaye bona, ukuba bafuna ukuva okanye abayeke baqhubeke (kuba yindlu yemvukelo), baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 2

UHEZEKILE 2:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nabo bona, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka, (ngokuba beyindlu enenkani,) baya kukwazi noko ukuba umprofite ebepakati kwabo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo