Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uEstere uEstere 4

1

uEstere uEstere 4:13-14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ngoko uMordekayi wayalela ukuba impendulo inikwe uEstere: “Musa ukuzixelela ukuba uya kusinda wena endlwini yokumkani ngaphezu kwamaYuda onke. Kuba xa nithe nathula cwaka ngeli xesha, ukwaphuka nosindiso luya kubonakala kwenye indawo kumaYuda; ke wena nendlu kayihlo niya kutshabalala; Ngubani na owaziyo, ukuba ungene ebukumkanini ngenxa yexesha elinje?

Thelekisa

Phonononga uEstere uEstere 4:13-14

2

uEstere uEstere 4:16

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yiya uwahlanganise onke amaYuda alapho eSusa, nizile ukudla ngenxa yam; ningadli, ningaseli iintsuku ezintathu, ubusuku nemini. Mna nabakhonzazana bam sozila ngaloo ndlela; ndongena ke kukumkani, kungengamthetho; nokuba nditshabalele, ndiya kutshabalala.

Thelekisa

Phonononga uEstere uEstere 4:16

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uEstere uEstere 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest