Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3

1

KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ithembekile ke yona iNkosi, eya kunizimasa, inigcine kuyo inkohlakalo.

Thelekisa

Phonononga KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:3

2

KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:5

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yayingathi iNkosi iintliziyo zenu izikhokelele eluthandweni lukaThixo, nasekunyamezeleni uKrestu.

Thelekisa

Phonononga KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:5

3

KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:6

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ke kaloku siyanithethela, bazalwana, egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nikhwebuke kubo bonke abazalwana abahamba ngokunxaxha, bengahambi ngokwesithethe abasamkelayo kuthi.

Thelekisa

Phonononga KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:6

4

KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

nokuba sihlangulwe ebantwini abangendawo, abakhohlakeleyo; kuba ukholo alubantwini bonke.

Thelekisa

Phonononga KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3:2

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KwabaseTesalonika 2 KwabaseTesalonika 2 – 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo